Songtext zu Ikhaya Iam
Likude ikhaya lam’Likude ikhaya lam’
Ndizakhele izihlobo zam’
Ndizi zamele ubomi bam’
Yandisa
Khulula umoya wam’
Susa ixhala lam’
Likude ikhaya lam’
Oh bawo andisuka kuwe ndophalala njenga manzi
Ungandishiyi, khanyisa
Bawo xandi shiywa nguwe ndophalala njenga manzi
Laba bantu ngabam’ bayandithanda
Bayando mbatha
Naxa ndilila bayand’ khuthaza
Bakhethelwe mna
Baya khathala ebum’ nyameni
Naxa ndisindwa
Likude ikhaya lam’ (ay hay ay hay ay hay ay hay)
Likude ikhaya lam’ (ay hay ay hay ay hay ay hay)
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Ndizakhele izihlobo zam’
Ndizi zamele ubomi bam’
Yandisa
Khulula umoya wam’
Susa ixhala lam’
Ohh bawo xandisuka kuwe ndophalala njenga manzi
Ungandishiyi, khanyisa
Bawo xandi shiywa nguwe ndophalala njenga manzi
Zungandiyekeleli khanyisa khanyisa
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
Likudе ikhaya lam’
Kelvin Momo & Babalwa M, Yallunder & Makhanj - Ikhaya lam Songtext
zu Ikhaya lam von Kelvin Momo - Ikhaya lam Ft. Babalwa M, Yallunder & Makhanj Lyrics Babalwa M, Yallunder & Makhanj & Kelvin Momo - Ikhaya lam Text Ikhaya lam Kelvin Momo Ikhaya lam Liedtext Kelvin Momo und Babalwa M, Yallunder & Makhanj - Ikhaya lam Songtext Kelvin Momo feat. Babalwa M, Yallunder & Makhanj - Ikhaya lam Tekst Album: Kurhula (2023)Noch keine Übersetzung vorhanden.
Video zum Ikhaya Iam
▶
▶